Uyohane 11:51 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Oku ke akakuthethanga kuphuma kuye; wathi, kuba ebengumbingeleli omkhulu ngaloo mnyaka, waprofeta ukuba uYesu uza kulufela uhlanga;

Uyohane 11

Uyohane 11:46-57