Uyohane 10:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndim isango; ukuba umntu uthe wangena ngam, wosindiswa; uya kungena ephuma, afumane utyani.

Uyohane 10

Uyohane 10:5-18