Uyohane 10:40-42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

40. Wabuya wemka, waya phesheya kweYordan, kwindawo abebhaptizela kuyo uYohane kuqala; wahlala khona.

41. Kweza babaninzi kuye, bathi, UYohane okunene akenzanga namnye umqondiso; kodwa ke zonke izinto, awazithethayo uYohane ngaye lo, zaziyinene.

42. Bathi abaninzi bakholwa kuye khona apho.

Uyohane 10