Uyohane 1:50 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula uYesu wathi kuye, Ngokuba ndithe kuwe, Ndandikubona uphantsi komkhiwane, uyakholwa na? Uya kubona izinto ezingaphezulu kwezo.

Uyohane 1

Uyohane 1:45-51