Ukuba yinto yamandla ekhalipha, úthi, Ndim okhoyo!Ukuba yinto yomgwebo, úthi, Ngubani na oya kundimema?