Uyobhi 9:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Waphendula uYobhi, wathi,

2. Okwenene, ndiyazi ukuba kunjalo;Ke angáthini na umntu lo ukuba lilungisa phambi koThixo?

Uyobhi 9