Uyobhi 8:21-22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

21. Úya kuwuzalisa umlomo wakho ngokuhleka,Nemilebe yomlomo wakho ngokuduma:

22. Abakuthiyayo baya kwambatha ukudana,Ingabi sabakho intente yabangendawo.

Uyobhi 8