Uyobhi 7:11-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. Nam andiyi kuwubamba umlomo wam;Ndiya kuthetha ekubandezelweni komoya wam,Ndikhalaze ebukrakreni bomphefumlo wam.

12. Ndilulwandle na, ndiyingwenya na,Ukuba undimisele umlindo?

13. Xa bendisithi, Wóndithuthuzela umandlalo wam,Sondithwalisisa inkalazo yam isingqengqelo sam:

Uyobhi 7