Uyobhi 7:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Àkaphumé mkhosi na ehlabathini umntu?Àyinjengemihla yomqeshwa na imihla yakhe?

2. Njengesicaka esibe sizonda umthunzi,Njengomqeshwa olinde umvuzo wakhe?

3. Ndenjenjalo ukwamkeliswa iinyanga ezinenkohliso,Ndabalelwa nobusuku bobubi.

Uyobhi 7