Uyobhi 5:26-27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

26. Ùya kungena engcwabeni womeléle,Njengokungeniswa kwesithungu ngexesha laso.

27. Bôna, oku sìkugocágocile, kunjalo;Kúve, ukwazi wena ngokwakho.

Uyobhi 5