Uyobhi 42:3-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

3. Ngubani na lo usithe icebo engenakwazi?Ngoko ke ndithethé ndingaziqondiIzinto ezibalulekileyo kum, ndingazazi.

4. Khawuphulaphule, ndithethe mna;Ndiya kubuza kuwe, undazise.

5. Bendikuva ukukuva ngendlebe,Kungoku iliso lam likubonile.

6. Ngenxa yoko ndiyazicekisa, ndizohlwaye,Ndiseluthulini naseluthuthwini.

Uyobhi 42