Uyobhi 42:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akwafumaneka mankazana mahle njengeentombi zikaYobhi ezweni lonke. Uyise wazinika amafa phakathi kwabanakwazo.

Uyobhi 42

Uyobhi 42:14-17