Uyobhi 42:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova wakubuyisa ukuthinjwa kukaYobhi, akubon' ukuba ubathandazele oowabo. Wakongeza uYehova konke awayenako uYobhi, kwada kwaphindwa kabini.

Uyobhi 42

Uyobhi 42:5-11