Ngubani na onokuwutyhila umphambili wesambatho sayo?Ezintlwini ezimbini zemihlathi yayo, ngubani na onokuya?