Uyobhi 40:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. UYehova wamphendula uYobhi, wathi,

2. Wóbambana noSomandla na ke umthethiswa?Umohlwayi kaThixo makakuphendule oko.

3. UYobhi wamphendula uYehova, wathi,

4. Yabona, ndiphantsi. Ndothini na ukuphendula?Ndibeka isandla sam emlonyeni wam.

Uyobhi 40