Uyobhi 40:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. UYehova wamphendula uYobhi, wathi,

2. Wóbambana noSomandla na ke umthethiswa?Umohlwayi kaThixo makakuphendule oko.

3. UYobhi wamphendula uYehova, wathi,

Uyobhi 40