Uyobhi 4:18-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

18. Yabona, àkakholwa ngabakhonzi bakhe,Nezithunywa zakhe uthi zingábaphosisi;

19. Bangabeka phi na ke abahlala ezindlwini zodaka,Abasiseko siseluthulini,Abatyunyuzwa njengamanundu?

20. Kusa kuhlwe, beqotywa;Badake kuphele, kungekho ugqalayo.

Uyobhi 4