Uyobhi 4:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wasusela uElifazi wakwaTeman, wathi,

2. Kungákudinisa na, kwakulingwa ukubhekiswa ilizwi kuwe?Engubani na onako ukuzibamba angathethi?

Uyobhi 4