Uyobhi 39:11-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. Wòkholosa na ngayo, ngokuba emakhulu amandla ayo,Ukushiye nayo ukuxelenga kwakho?

12. Ùnokukholwa na kuyo, ukuba yoyigodusa imbewu yakho,Ibuthele esandéni sakho?

13. Iphiko lencinibakazi liyaphapha;Lunenceba yengwamza na ke usiba lwayo, noboya bayo?

14. Hayi bo! Iwashiya emhlabeni amaqanda ayo,Ifukamele eluthulini;

Uyobhi 39