Uyobhi 39:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ùyalazi na ixesha lokuzala kwamagogo asemaweni,Ugqale ukuzùza kwamaxhamakazi?

2. Ùyazibala na iinyanga azizalisayo,Ulazi na ixesha lokuzala kwawo?

3. Uyaguqa, azale,Akhuphe inkonyana.

4. Ayomelela amankonyana awo, akhula emathafeni,Aphuma, angabi sabuya.

Uyobhi 39