Uyobhi 38:29-31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

29. Uphuma umkhenkce esizalweni sikabani na?Neqabaka yasezulwini izalwa ngubani na?

30. Amanzi ayaqina njengelitye,Nobuso bamanzi anzongonzongo bubambene.

31. Ùnokuwabopha na amaqhina esiLimela,Uzicombulule izintya zamaKroza?

Uyobhi 38