23. Endabuqwebela ixesha lembandezelo,Imini yokudibana nemfazwe?
24. Iphi na indlela yalapho kwabiwa khona ukukhanya?Yalapho luphangalaliswa khona ulophu lwasempumalanga ehlabathini?
25. Ngubani na ogqobhozela isiphango umjelo, Ogqobhozela umbane weendudumo indlela;
26. Ukuba ine ezweni elingenamntu,Entlango, apho kungekho mntu;