Uyobhi 38:20-23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

20. Ukuba ubùse emdeni wabo,Ukuba uqonde iindlela zendlu yabo?

21. Ùyazi kambe, ngokuba wawusewuzelwe okoLilikhulu nenani lemihla yakho!

22. Ùfikelele na ebuncwaneni bekhephu?Ubuncwane besichotho wabubona,

23. Endabuqwebela ixesha lembandezelo,Imini yokudibana nemfazwe?

Uyobhi 38