Uyobhi 37:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emva kwawo kubhonga ilizwi;Ududuma ngezwi lobungangamsha bakhe;Akawulibazisi, xa livakalayo izwi lakhe.

Uyobhi 37

Uyobhi 37:1-12