Uyobhi 37:19-23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

19. Sázise esingákuthethayo thina kuye;Asinakucacisa nto ngenxa yobumnyama.

20. Wóbikelwa na ukuthi ndiyathetha?Umntu uthi makaginywe na?

21. Ke ngoku àkubonwa kukhanyaKukhazimlayo, kusesibhakabhakeni;Kudlula umoya, lise.

22. Entla kuziwa negolide;Phezu koThixo yindili eyoyikekayo.

23. USomandla asinakumfumana, mkhulu ngamandla;Akagwenxi siko nabuninzi bobulungisa.

Uyobhi 37