Uyobhi 37:17-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

17. Wena ungubo zifudumeleyo,Lakuzola ilizwe lulophu lwasezantsi;

18. Ùsikhánda usolule naye na isibhakabhaka,Esiqinileyo njengesipili esityhidiweyo?

19. Sázise esingákuthethayo thina kuye;Asinakucacisa nto ngenxa yobumnyama.

20. Wóbikelwa na ukuthi ndiyathetha?Umntu uthi makaginywe na?

Uyobhi 37