Uyobhi 36:27-29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

27. Kuba utsalela phantsi amathontsi amanzi,Achaphaze eyimvula enkungwini yakhe,

28. Esiyinisayo isibhakabhaka,Ivuze phezu kwabantu abaninzi.

29. Kanene baya kuqónda na ukwanekwa kwamafu,Nokuzongoma komnquba wakhe?

Uyobhi 36