Nawe úbengakukhululayo yena emlonyeni wembandezelo,Akuse endaweni ebanzi, emzantsi ungacuthekileyo;Nókubekwa etafileni yakho kuzale kukutyeba.