Uyobhi 36:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Waqokela uElihu, wathi,

2. Khawenze kuhle, ndikutyele;Kuba kusekho ukuthetha okusingisele kuThixo.

3. Ndiya kukuphakamisela entweni ekude ukwazi kwam,Ndimnike ubulungisa uMenzi wam.

Uyobhi 36