Uyobhi 35:1-5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wasusela uElihu, wathi,

2. Ùba oku kusesikweni na,Ukuthi, ubulungisa bakho bungaphezu kobukaThixo;

3. Ukuba uthi nje, Bundinceda ntoni na,Bundinyusa ngantoni na phezu kokundinyusa kwesono sam?

4. Ndiya kukuphendula mna ngokuthetha,Nabahlobo bakho abanawe.

5. Bheka ezulwini ubone;Ukhangele isibhakabhaka, siphezulu kuwe.

Uyobhi 35