Úya kuphindezela ngokwakho na yena, ngokuba usolile wena?Ukuba unyule wena, kunganyuli mna.Into oyaziyo yithethe.