Uyobhi 34:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wasusela uElihu, wathi,

2. Yivani, nina zilumko, ukuthetha kwam;Nina zâzi, ndibekeleni indlebe.

3. Ngokuba indlebe iyakucikida ukuthetha,Ikhuhlangubo liyakuva ukudla.

4. Masizinyulele okusesikweni,Sikwazi phakathi kwethu okulungileyo.

Uyobhi 34