Uyobhi 32:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wavutha umsindo kaElihu unyana kaBharakeli, wakwaBhuzi, owemizalwane yakwaRam; wavutha kuYobhi umsindo wakhe, ngenxa yokuzigwebela ngokwakhe kunoThixo.

Uyobhi 32

Uyobhi 32:1-11