Uyobhi 31:35-39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

35. Andaba bendinondiphulaphulayo!Nangu umqondiso wam, uSomandla makandiphendule;Nantsi incwadi ayibhalileyo obambene nam.

36. Inene, ndoyithwala ngesixhanti nam,Ndoyithi jize kum njengesithsaba.

37. Inani lamabanga am ndomxelela,Ndimsondele njengengĂ nga.

38. Ukuba umhlaba wam ubukhala ndim,Nemiqela yawo yalila kunye nawo;

39. Ukuba bendiwadla amandla awo kungekho mali,Ndabanga ukuba uphume umphefumlo womniniwo:

Uyobhi 31