Uyobhi 30:30-31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

30. Ulùsu lwam luyadlubhuka kum, lumnayama.Namathambo am atshile kukoma.

31. Uhadi lwam lwaba sisijwili,Ugwali lwam lwaba lilizwi labalilayo.

Uyobhi 30