Uyobhi 30:29-31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

29. Ndingumzalwana weempungutye,Nomlingane weenciniba.

30. Ulùsu lwam luyadlubhuka kum, lumnayama.Namathambo am atshile kukoma.

31. Uhadi lwam lwaba sisijwili,Ugwali lwam lwaba lilizwi labalilayo.

Uyobhi 30