Uyobhi 30:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kungoku bayandihleka abancinane kunam ngemihla,Abayise babo ndibe ndicekisa nokubabeka nezinja zomhlambi wam.

2. Khona abengába ngawantoni na kum amandla ezandla zabo,Abaphelelwe ngamandla?

3. Bathe ngokuswela nokulamba banqina,Abo banqabi bomqwebedu,Bobumnyama bentshabalala yakwantshabalala;

4. Abo baqhawula imbuwa ematyholweni,Abasonka siyingcambu yonwele.

Uyobhi 30