Mazibe mnyama iinkwenkwezi zomso wabo obomvu;Mabulinde ukufika kokukhanya, kungabikho;Bungaziboni iinkophe zesifingo;