Uyobhi 27:21-23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

21. Luyamfukula ulophu lwasempumalanga, emke,Lumqweqwedise endaweni yakhe.

22. UThixo umgibisela angamcongi;Usibaleka asibaleke isandla sakhe.

23. Bamtyhwakrazela izandla,Bamenzele umsondlo, emke endaweni yakhe.

Uyobhi 27