Uyobhi 26:10-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. Uzunguleza ubuso bamanzi ngomda,Kuse ekupheleni kokukhanya nobumnyama.

11. Iintsika zamazulu ziyanyenganyenga,Zingakhulumi kukukhalima kwakhe.

12. Ngamandla akhe ugxobhagxobha ulwandle,Ngengqondo yakhe uqoba uRahabhi.

13. Ngomoya wakhe wenza ukuba lise izulu;Isandla sakhe sayihlaba inyoka enyebelezayo.

Uyobhi 26