Uyobhi 25:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wasusela uBhiledadi wakwaShuwa, wathi,

2. Ulawulo nonkwantyiso lunaye;Wenza uxolo ezindaweni zakhe eziphezulu.

3. Inokubalwa na imikhosi yakhe?Ngubani na ongĂ phunyelwayo kukukhanya kwakhe?

Uyobhi 25