Uyobhi 24:7-11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. Balala zé bengenangubo,Àbananto yokuzigubungela engqeleni,

8. Bayanetha sisiphango seentaba;Bancathama ngeliwa, bengenandawo yakuzímela.

9. Kuhluthwa ebeleni iinkedama,Koniwe abaziintzisana.

10. Bahamba zé, bengenangubo;Bathwala izithungu, belambile.

11. Phakathi kweendonga zâbaya bakhama ioli,Baxovula ezixovulelweni zewayini, benxaniwe noko.

Uyobhi 24