Uyobhi 24:24-25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

24. Ziphakame: kube mzuzwana zingabikho.Zithe ngqu, zibuthiwe njengabanye bonke,Zinqanyulwe njengesikhwebu sengqolowa.

25. Ukuba kanti akunjalo, ngubani na owondenza othetha amanga,Akwenze into engento ukuthetha kwam?

Uyobhi 24