Uyobhi 24:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Yini na ukuba kungàbekwa maxesha nguSomandla? Yini na ukuba abamaziyo bangaziboni iimini zakhe?

2. Kushenxiswa imilimandlela;Kuphangwa imihlambi, yaluswe.

3. Kuqhutywa kumkiwe ne-esile lenkedama,Kubanjiswe ngenkomo yomhlolokazi.

Uyobhi 24