Uyobhi 22:3-5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

3. Kumnandi na kuSomandla, xa ùlilungisa?Kuyinzuzo na kuye, ukuba ùyazigqibelelisa iindlela zakho?

4. Úya kukohlwaya na ngenxa yokoyika kwakho uThixo,Aye nawe ematyaleni?

5. Ububi bakho abubukhulu na?Ubugwenxa bakho asibobungaphele ndawo na?

Uyobhi 22