Uyobhi 21:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Waphendula uYobhi, wathi,

2. Yivani, nikuve ukuthetha kwam;Kube ziintuthuzelo zenu oku.

3. Ndithwaleni, ndithethe nam;Nigculele emva kwamazwi am.

4. Mna, inkalazo yam isemntwini yini na?Khona bekungani ukuba ungazekaneki umoya wam?

Uyobhi 21