Uyobhi 20:17-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

17. Akayi kubona mijelo,Milambo, zihlambo zobusi namasi.

18. Ebuyisa awakuxelengayo, akakuginyi;Angavuyi ngangobutyebi aburhwebileyo.

19. Kuba wabathi viki, wabalahla, abasweleyo;Waxhakamfula indlu, angayakhanga.

20. Kuba engalwazanga uxolo esiswini sakhe,Akayi kusinda nezinto zakhe ezinqwenelekayo.

Uyobhi 20