Uyobhi 20:10-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. Abantwana bakhe baya kungxengxezela abasweleyo,Izandla zakhe zibuyise imfuyo yakhe.

11. Amathambo akhe ebezele bubutsha;Bolaliswa phantsi naye eluthulini.

12. Nokuba ububi bebunencasa emlonyeni wakhe,Wabugusha phantsi kolwimi lwakhe,

13. Wabuconga akabuyeka,Wabuthintela ekhuhlangubeni lakhe;

14. Isonka sakhe sibhuqukile emathunjini akhe,Yinyongo yamaphimpi embilinini wakhe.

Uyobhi 20