Uyobhi 2:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphuma ke uSathana, wemka ebusweni bukaYehova; wambetha uYobhi ngamathumba amabi, wathabathela entendeni yonyawo lwakhe, wesa elukakayini lwakhe.

Uyobhi 2

Uyobhi 2:4-10