Uyobhi 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuSathana, Ùmgqalile na kodwa umkhonzi wam uYobhi, ukuba akukho unjengaye ehlabathini, indoda egqibeleleyo, ethe tye, emoyikayo uThixo, etyekayo ebubini: esabambeleleyo ekugqibeleleni kwayo,

Uyobhi 2

Uyobhi 2:1-9